I-LAUDATE DEUM - MDUMISENI UTHIXO NGENXA YEZIDALWA ZAKHE ZONKE

I-LAUDATE DEUM - MDUMISENI UTHIXO NGENXA YEZIDALWA ZAKHE ZONKE

R 40.00
Sale price  R 40.00 Regular price 
Skip to product information
I-LAUDATE DEUM - MDUMISENI UTHIXO NGENXA YEZIDALWA ZAKHE ZONKE

I-LAUDATE DEUM - MDUMISENI UTHIXO NGENXA YEZIDALWA ZAKHE ZONKE

R 40.00
Sale price  R 40.00 Regular price 
Product Details

Isilumkiso sabaPostile sikaPopu Francis kubo bonke abantu abanentando entle ngeNgxaki yeMozulu

Le yincwadi yamva nje kaPope Francis malunga neNgxaki yeMozulu, eza emva kweminyaka esibhozo emva kokuba kupapashwe incwadi ethi "Laudato Si" ngo-2015. Le yileta emfutshane nengxamisekileyo, echaza ukudana okukhulu kukaPopé kukuba ihlabathi aliyithathanga nzulu ingxaki yemozulu kwaye ixesha liyaphela.

Ipapashwe yiPaulines Publications Africa. 2023.

Amaphepha angama-40

Related items

Join our Catholic Bookshop family for updates, reflections, and exclusive offers!!!