Skip to product information
Indlela eya eParadesi
R 60.00
Sale price
R 60.00
Regular price
Product Details
Ibali losapho lukaLouis Martin lwaseLisieux
UMBHALI: Sr M Carmilla AC
Le ncwadi ichaza ngokufutshane ibali losapho lwesibini esingcwele esigama linguLouis noZelie Martin abanikela bonke abantwana babo enkonzweni yeCawa ngaphambi kokuba bona ngokwabo bafumane ubungcwele ngo-2015. Oyena mncinci kubantwana babo yayinguTherese waseLisieux, iNtyatyambo Encinci yoMntwana uYesu.Ngokuvisisana negama layo, le ncwadi ibonisa ubomi bosapho lwabantu abaqhelekileyo, ithatha umfundi kuhambo lweempawu ezintle eziphilwa lilungu ngalinye elilandela icebo likaThixo lokungcwaliswa kwaye iphefumlela ihlabathi ngendlela yalo ukuze lizukiswe!
2018
I-Pb
144pp
Related items
Join our Catholic Bookshop family for updates, reflections, and exclusive offers!!!