Skip to product information
Ikhadi Lobhaptizo Lomntwana Oyinkwenkwe
R 30.00
Sale price
R 30.00
Regular price
Product Details
Ukubhiyozela uBhaptizo lomntwana wakho oyinkwenkwe
Amanzi okuBhaptiza luphawu lobomi obutsha
Ikhandlela Libonakalisa Ukukhanya Kokholo
Kwaye intsikelelo ngeoyile engcwele yindlela yokwamkelwa ebantwini bakaThixo
Namhlanje Ufumana Intsikelelo Ekhethekileyo Evela KuThixo. Usapho Lwakho kunye nabahlobo bakho babelana nawe ngeThemba Lobomi Obungunaphakade, kwaye Bakuzisile eCaweni ukuze wabelane ngaloo vuyo.
Baza kukukhokela ngothando ukuze ukhulele ebomini phambi koThixo.
20 x 13.5 cm
Related items
Join our Catholic Bookshop family for updates, reflections, and exclusive offers!!!