Ubomi Bobubele - Ukholo: Umthombo Wobomi Uthotho 7

Ubomi Bobubele - Ukholo: Umthombo Wobomi Uthotho 7

R 65.00
Sale price  R 65.00 Regular price 
Skip to product information
Ubomi Bobubele - Ukholo: Umthombo Wobomi Uthotho 7

Ubomi Bobubele - Ukholo: Umthombo Wobomi Uthotho 7

R 65.00
Sale price  R 65.00 Regular price 
Product Details

Okuqulethweyo kufanelekile kwiBanga lesi-7 okanye lesi-8

Izifundo ezili-12 eziquka: Ukwazi uThixo ngeNdalo; Isityhilelo sikaThixo; Indalo; Icebo likaThixo loSindiso; Umprofeti oNgcwele uMoses; Abathethi abakhethekileyo bakaThixo - abaProfeti; INkosi noMsindisi wethu uYesu Kristu; Umsebenzi kaYesu wokusindisa; Ububingeleli bukaYesu; UKristu uMthombo wazo zonke iziphiwo; UYesu waseka iCawa yakhe; ICawa kwixesha lethu. Amazwi okufunda; Imithandazo

Ukholo: Umthombo woBomi luluhlu lweencwadi ezili-10 ze-catechetical zabantwana besikolo. Kukho iimfundiso nemisebenzi, imibuzo kunye neempendulo ezifanelekileyo kwiqela ngalinye leminyaka. Ikwafanelekile nakwimfundo yasekhaya.

2018

I-Pb

56pp

Related items

Join our Catholic Bookshop family for updates, reflections, and exclusive offers!!!